kubaiisa uMERCY MAKHALEMELE
I-HIV/AIDS sele iyindlela elula yokwenza imali kuwo onke amaxhwele eentlanga ngeentlanga - amanye anika ithemba elingekhoyo amawaka-waka abantu abathandazela ukuba kufumaneke iyeza Iokuyinyanga

N
 ANGONA ndingumntu oNtsundu, zange ndawasebenzisa amayeza amaxhwele de ndatshatela kusapho obeiuwaxabisile amaxhwele yaye ufuna uncedo Iwawo qho kukho umntu ongaphiianga elusatsheni okanye






kwizalamane.
lnto yokuqala awayenzayo umyeni wam emva kokuhlaselwa yiAIDS yaba kukuya exhweleni, elathi udlisiwe. Wanikwa izityalo ekwafuneka azibilise aze azisele ukuze agabhe acoce isisu sakhe,
Kwiintsuku ezimbalwasaya esibhecllela, apho bathi unemeningitis, isifo esihlasela ingqondo
- esingenanto yakwenza nokutya ukutya okunetyhefu. Ngelishwa, kwakungasekho ncedo lukagqirha lunokumnceda, waba ke uyasweleka.
Uninzi lwethu olunentsholongwane yeHlV -neentsapho zethu - zizingela amanye amayeza anokusisindisa. Kuba amaxhwele enembali aziqhayisa ngayo yokunceda uluntu ekunyangeni izifo, abantu abaninzi banethemba lokuba anokuthomalalisa iimpawu zayo -okariye ayinyange i-AIDS.
Kodwa kuyingozi ukuthi uneyeza IeHIV/AIDS, njengoko esitsho amanye amaxhwele, xa kuthethwa inyani. Eyona nyaniso yeyokuba alikabikho iyeza elinokunyanga iHIV/AIDS kwaye andazi namnye umntu owayeneAiDS okwakhe kwathiwa emva kokufumana unyango inyangekile.
lyeza lesiNtu lelinye lamayeza anganceda ekunyangeni abantu abanentsholongwane yeHlV.  14 BONA XHOSA-Aprik2QQ
liizwekazi laseAfrika Iinamayeza aqinisa omeleze amajoni omzimba ancede nasekupheliseni ezo mpawu zezifo ezihlaselayo kodwa ayiioyeza elinyangayo.
Njengabantu abanentshoiongwane yeH IV, kufanele siwathembe amaxhwele? Athini amalungelo ethu xa sithetha namaxhwele ngaba sinalo ilungelo lokubuza iindlela zabo abazisebenzisayo?
Lonke ixesha ndityelela ixhwele eMzantsi Afrika, ndothuswe kakhulu kukungacoceki kwamayeza abo. Ndinexhala lokuba amayeza anentsholongwane eza kundigulisa kakhulu kunakuqala - ingakumbi njengoko amajoni omzimba wam sele ebuthathaka kakhulu.
Ndikwanexhala ngendlela ezisetyenziswa ngayo iireyiza, njengoko intsholongwane iHIV
inokukusulela lula ngegazi. Ndicinga ukuba amanye
amaxhwele asebenzisa ireyiza ibenye emntwini ngamnye, kodwa akunjalo kwamanye. Ukuba unyangwa ngokuchazwa ngereyiza, qiniseka ukuba ixhwele lakho lisebenzisa ireyiza entsha.
lyandixhalabisa into yokuba uninzi lwamaxhwele ethu akanalwazi lupheleleyo ngeHlv/AIDS kwaye uninzi alwenzi zinzame zokufumana ulwazi oluphangaleleyo ngesi sifo.
lindaba ezimnandi zezokuba iAIDS Foundation inenkqubo namaxhwele yokuwafundisa ngeHlV/AIDS, ukuze ancede abantu abanoHlV bahlale bephila.
Ndicela bonke abantu abathi banyangwe iHIV/AIDS ngamaxhwele, kunye nabathi abasenayo iHlV, bandibhalele bandinike amagama abantu ababancedileyo. Umhlathi wam wePhulo Lokulwa neAIDS uyakucela ukuba nisibalisele amabafi enu ukuze ukuba le mimangaiiso yenzekile yamkeiwe.
Ndicela onke amaxhwele ukuba asebenzise iindlela ezizizo phambi kokukhwaza athi anyange abantu abaneHIWAlDS. Endaweni yokuba banike abantu ithemba, ndicela ukuba nidibanise izandla nonyango fwaseNtshona nolwazi ukuze sifumane ichiza Iesi sifo.U
AxhweIe iieAIDS
nzi ezi itsuku
!4 Aprili - National Family Day [dicela iintsupha ukuba zithandone, ikhathafelane zixhasane nabo bagulelo tnakhuya nusezihhedlela.


!7 Aprili - Natiotal Freedom Day ldingathonda ukukhunibuza wonke umntu raseMzuntsi Akika onentshoiongwane yeHlV wazi amulungelo ukhe okuthelho gokukhululekifeyo nokuzithethelu.


